1
KWABASETESALONIKA I 5:16-18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Hlalani nivuya. Thandazani ningayeki. Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
비교
KWABASETESALONIKA I 5:16-18 살펴보기
2
KWABASETESALONIKA I 5:23-24
Wanga ke uThixo woxolo ngokwakhe anganingcwalisa niphelelisekile; uthi, ugqibelele owenu umoya nomphefumlo nomzimba, ugcinwe ngokungenakusoleka ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu. Uthembekile onibizayo, oya kukwenza nokukwenza oko.
KWABASETESALONIKA I 5:23-24 살펴보기
3
KWABASETESALONIKA I 5:15
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
KWABASETESALONIKA I 5:15 살펴보기
4
KWABASETESALONIKA I 5:11
Kungoko ndithi, Thuthuzelanani, nákhane, kwanjengokuba nisenjenjalo.
KWABASETESALONIKA I 5:11 살펴보기
5
KWABASETESALONIKA I 5:14
Siyanivuselela ke, bazalwana, balulekeni abanxaxhayo; bakhuzeni abamxhelo mncinane; basekeleni abathambileyo; yibani nokuzeka kade umsindo kubantu bonke.
KWABASETESALONIKA I 5:14 살펴보기
6
KWABASETESALONIKA I 5:9
Ngokuba uThixo akasimiselanga ngqumbo; usimisele ukuzuza usindiso ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu
KWABASETESALONIKA I 5:9 살펴보기
7
KWABASETESALONIKA I 5:5
Nonke nina ningabokukhanya, abemini; asingabobusuku, asingabobumnyama.
KWABASETESALONIKA I 5:5 살펴보기