YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASETESALONIKA I 4 - 인기 성경 구절

1

KWABASETESALONIKA I 4:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

sandule thina babudlayo ubomi, basaseleyo, sixwilelwe emafini kwakunye nabo, siye kuyikhawulela iNkosi esibhakabhakeni; size ngokunjalo sihlale sihleli, sindawonye neNkosi.

비교

KWABASETESALONIKA I 4:17 살펴보기

2

KWABASETESALONIKA I 4:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla emazulwini inendanduluko, inelizwi lesiphatha-zithunywa, inexilongo likaThixo, baze abafele kuKristu bavuke kuqala

비교

KWABASETESALONIKA I 4:16 살펴보기

3

KWABASETESALONIKA I 4:3-4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuba elowo kuni ákwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya• enobungcwalisa, enembeko

비교

KWABASETESALONIKA I 4:3-4 살펴보기

4

KWABASETESALONIKA I 4:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.

비교

KWABASETESALONIKA I 4:14 살펴보기

5

KWABASETESALONIKA I 4:11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

nokuba nizondelele ukuba nizole, nenze ezenu izinto, nisebenze ngezenu izandla, njengoko saniyalayo

비교

KWABASETESALONIKA I 4:11 살펴보기

6

KWABASETESALONIKA I 4:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; usibizele ebungcwaliseni.

비교

KWABASETESALONIKA I 4:7 살펴보기

KWABASETESALONIKA I 4: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트