1
KWABASEKORINTE I 5:11
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kungoku ke, ndinibhalela ukuba maningazidibanisi nosukuba enegama lokuba ngumzalwana, ukanti wenza umbulo, nokuba ulibawa, nokuba ungumkhonzi wezithixo, nokuba ungumtshabhisi, nokuba ulinxila, nokuba ungumphangi; ningakhe nidle nokudla nonjalo.
비교
KWABASEKORINTE I 5:11 살펴보기
2
KWABASEKORINTE I 5:7
Likhupheni ngoko kuthi tu igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha, ekubeni ningabangenagwele. Kuba nathi siyibingelelwe neyethu ipasika,• enguKristu.
KWABASEKORINTE I 5:7 살펴보기
3
KWABASEKORINTE I 5:12-13
Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi bodwa, yini na, nina? Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.
KWABASEKORINTE I 5:12-13 살펴보기