YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEKORINTE I 6 - 인기 성경 구절

1

KWABASEKORINTE I 6:19-20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Anazi na, ukuba umzimba wenu uyitempile yoMoya oyiNgcwele ongaphakathi kwenu, eninaye evela kuThixo; nokuba ke aningabenu? Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.

비교

KWABASEKORINTE I 6:19-20 살펴보기

2

KWABASEKORINTE I 6:9-10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Anazi na, ukuba abangemalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo? Musani ukulahlekiswa; abenza umbulo, nabakhonzi bezithixo, nabakrexezi, nezifebe, namadoda alalanayo, namasela, namabawa, namanxila, nabatshabhisi, nabaphangi, abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.

비교

KWABASEKORINTE I 6:9-10 살펴보기

3

KWABASEKORINTE I 6:18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wubalekeni umbulo. Zonke izono athe umntu wazenza, zingaphandle komzimba; ke lowo wenza umbulo, wona owakhe umzimba.

비교

KWABASEKORINTE I 6:18 살펴보기

4

KWABASEKORINTE I 6:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi

비교

KWABASEKORINTE I 6:12 살펴보기

5

KWABASEKORINTE I 6:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo ke wayivusa iNkosi leyo; uya kusivusa nathi ngamandla akhe.

비교

KWABASEKORINTE I 6:14 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트