1
KWABASEKORINTE I 4:20
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba ubukumkani bukaThixo abusekuthetheni, busemandleni.
비교
KWABASEKORINTE I 4:20 살펴보기
2
KWABASEKORINTE I 4:5
Ngoko ke, musani ukugweba nto phambi kwelona xesha, ide ifike iNkosi, eya kuthi izikhanyise nokuzikhanyisa izinto ezifihlakeleyo zobumnyama, iwabonakalalise amacebo entliziyo; andule ke ulowo nalowo abe nodumo oluvela kuThixo.
KWABASEKORINTE I 4:5 살펴보기
3
KWABASEKORINTE I 4:2
Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.
KWABASEKORINTE I 4:2 살펴보기
4
KWABASEKORINTE I 4:1
Makenjenjalo ke umntu ukucinga ngathi, athi singabakhonzi bakaKristu, athi singamagosa eemfihlelo zikaThixo.
KWABASEKORINTE I 4:1 살펴보기