1
KWABASEKORINTE I 3:16
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Anazi na ukuba niyitempile kaThixo? Anazi na ukuba uMoya kaThixo umi ngaphakathi kwenu?
비교
KWABASEKORINTE I 3:16 살펴보기
2
KWABASEKORINTE I 3:11
Kuba akukho namnye unako ukubeka litye limbi lesiseko, nxamnye nelo libekwe kade, linguYesu onguKristu.
KWABASEKORINTE I 3:11 살펴보기
3
KWABASEKORINTE I 3:7
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; oyinto nguThixo lo uhlumisayo.
KWABASEKORINTE I 3:7 살펴보기
4
KWABASEKORINTE I 3:9
Kuba thina singabasebenzisi bakaThixo; nina niyintsimi kaThixo, nisisakhiwo sikaThixo.
KWABASEKORINTE I 3:9 살펴보기
5
KWABASEKORINTE I 3:13
umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazísa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo.
KWABASEKORINTE I 3:13 살펴보기
6
KWABASEKORINTE I 3:8
Lowo utyalayo ke, nalowo unkcenkceshayo, banto-nye; kodwa elowo uya kwamkela owakhe umvuzo ngokukokwakhe ukubulaleka.
KWABASEKORINTE I 3:8 살펴보기
7
KWABASEKORINTE I 3:18
Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba umntu uba usisilumko phakathi kwenu kweli phakade, makabe sisidenge, ukuze abe sisilumko.
KWABASEKORINTE I 3:18 살펴보기