YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KWABASEKORINTE I 2 - 인기 성경 구절

1

KWABASEKORINTE I 2:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

njengoko ke kubhaliweyo, kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo. ()

비교

KWABASEKORINTE I 2:9 살펴보기

2

KWABASEKORINTE I 2:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.

비교

KWABASEKORINTE I 2:14 살펴보기

3

KWABASEKORINTE I 2:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo wazityhila kuthi ke ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, neenzulu zikaThixo.

비교

KWABASEKORINTE I 2:10 살펴보기

4

KWABASEKORINTE I 2:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke thina asamkelanga moya wehlabathi; samkéle uMoya ophuma kuye uThixo, ukuze sizazi izinto esazibabalwa nguThixo

비교

KWABASEKORINTE I 2:12 살펴보기

5

KWABASEKORINTE I 2:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Nokuthetha kwam, nokuvakalisa kwam uKristu kube kungengamazwi oyisa ngabulumko babantu; bekungokuqondakalisa koMoya nokwamandla, ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.

비교

KWABASEKORINTE I 2:4-5 살펴보기

KWABASEKORINTE I 2: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트