Logo YouVersion
Icona Cerca

ISITYHILELO 22:18-19

ISITYHILELO 22:18-19 XHO96

Ndiyamlumkisa wonke umntu owevayo amazwi ale ncwadi: Ukuba ukhe wawongeza, uThixo uya kumhlisela zonke izibetho ezichaziweyo kule ncwadi. Kanti ke ukuba ukhe wawaphungula, uThixo uya kumvimba inxaxheba kuwo umthi wobomi, angabi nalungelo nakuso isiXeko esiNgcwele – zinto ezo zichaziweyo kule ncwadi.

Video per ISITYHILELO 22:18-19

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a ISITYHILELO 22:18-19