Logo YouVersion
Icona Cerca

KWABASEFILIPI 2:9-11

KWABASEFILIPI 2:9-11 XHO96

Kungoko ke athe uThixo wamphakamisa kakhulu, wamthi jize ngelona gama lingaphezu kwawo onke amanye amagama, ukuze bonke abaphilayo, ezulwini, emhlabeni, naphantsi komhlaba, bagobe amadolo benika imbeko kwigama likaYesu; bathi bebonke bavume bengafihlisi ukuba uYesu Krestu yiNkosi, bebonakalisa ubungangamsha bukaThixo onguBawo.

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a KWABASEFILIPI 2:9-11