Logo YouVersion
Icona Cerca

UYOHANE 20:27-28

UYOHANE 20:27-28 XHO96

Waza wathi kuTomas: “Faka apha umnwe wakho, uzibone izandla zam. Solule isandla sakho, usifake ephangweni lam. Yeka ukungakholwa oku! Kholwa!” Waphendula uTomas wathi kuye: “Nkosi yam! Thixo wam!”

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a UYOHANE 20:27-28