KUMAHEBHERE 11:1-2
KUMAHEBHERE 11:1-2 XHO96
Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo. Abantu bamandulo bagqwesa ngenxa yokuthembela kwabo kuThixo.