KUMAHEBHERE 1:10-11
KUMAHEBHERE 1:10-11 XHO96
Uphinda athi: “Nguwe, Nkosi, owalidalayo ihlabathi ekuqalekeni; amazulu ênziwa zizandla zakho. Xa zizonke ziya kudlula, kodwa wena uhlala uhleli; ziya kuguga njengeempahla.