EYEZIQALO 46:29
EYEZIQALO 46:29 XHO96
uJosefu wakhwela enqwelweni, waya kukhawulela uyise uSirayeli. Uthe akubona uyise, uJosefu waziphosa kuye, wamanga, walila ithuba elide.