Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEZIQALO 41:39-40

EYEZIQALO 41:39-40 XHO96

Ubhekise kuJosefu ke ukumkani, wathi: “Nguwe oyiboniswe nguThixo le nto yonke. Kucacile ke ukuba asinakubuya sifumane mntu wumbi onobulumko namava, ingenguwe. Ndiza kwenza wena ube ngumphathiswa elizweni lam. Bonke abantu bam baya kuthobela wena. Igunya lakho liya kuba ngaphantsi kwelam qha.

Video per EYEZIQALO 41:39-40

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a EYEZIQALO 41:39-40