Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEZIQALO 18:26

EYEZIQALO 18:26 XHO96

Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”

Video per EYEZIQALO 18:26