Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEZIQALO 17:17

EYEZIQALO 17:17 XHO96

Waqubuda uAbraham, waya kuthi ngqu ngobuso phantsi. Wasuka waphela yintsini akucinga ukuba umntu onekhulu leminyaka angazala umntwana. Yena uSara enamashumi alithoba nje, angamfumana umntwana?

Video per EYEZIQALO 17:17