EYEMFUDUKO 8:24
EYEMFUDUKO 8:24 XHO96
Ngenene ke uNdikhoyo wathumela amabubu eempukane komkhulu nakwimizi yamaphakathi. Lonke elaseJiputa laba semngciphekweni wentshabalalo ngenxa yeempukane.