EYEMFUDUKO 5:22
EYEMFUDUKO 5:22 XHO96
UMosis ke waya kukhala *kuNdikhoyo, wathi: “Awu, Mhlekazi, ngani ukuba aba bantu ubazisele ishwangusha elinje? Wawundithumela ntoni kakade?