Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEMFUDUKO 4:11-12

EYEMFUDUKO 4:11-12 XHO96

UNdikhoyo ke wathi kuye: “Kanti ngubani owenza umntu akwazi ukuthetha; ingubani omenza angakwazi, okanye abe sisithulu? Ngubani omenza abone, okanye abe yimfama? Asindim na, mna Ndikhoyo? Hayi bo! Hamba, kaloku ndiya kukunceda ukwazi ukuthetha, ndiya kukufundisa oko ufanele ukukuthetha.”

Video per EYEMFUDUKO 4:11-12

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a EYEMFUDUKO 4:11-12