EYEMFUDUKO 2:24-25
EYEMFUDUKO 2:24-25 XHO96
Ewe, wasiva isingqala sawo, wawukhumbula umnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi. UThixo wayibona imeko yamaSirayeli, wawavelela.