Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEMFUDUKO 17:11-12

EYEMFUDUKO 17:11-12 XHO96

Ngalo lonke ixesha uMosis eziphakamisile izandla zakhe, amaSirayeli ayewagxotha ama-Amaleki; kodwa athi akuzithoba izandla, oyiswe amaSirayeli. Wathi akudinwa uMosis, uAron noYuri bamhlalisa elityeni, bamxhaka, baphakamisa iingalo zakhe lada latshona ilanga.

Video per EYEMFUDUKO 17:11-12

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a EYEMFUDUKO 17:11-12