Logo YouVersion
Icona Cerca

EYEMFUDUKO 15:23-25

EYEMFUDUKO 15:23-25 XHO96

Ngelikade baya kufika kwindawo ekuthiwa yiMara. Apha ke bawafumana amanzi, koko ayekrakra engaseleki. Kungenxa yeso sizathu kwakusithiwa nguKrakrayo nje igama layo. Ke kaloku amaSirayeli amkhalazela uMosis, athi: “Uthi siza kusela ntoni ke?” UMosis wakhala *kuNdikhoyo, waza ke yena wathi makakhe ihlamvu lomthi othile, alifake emanzini apho. Akuba enjenjalo ke, baphela ubukrakra emanzini, aba nokuselwa. Apha ke kulapho wabanika imimiselo yokuziphatha uNdikhoyo, wabavavanya.

Video per EYEMFUDUKO 15:23-25