EYEMFUDUKO 15:2
EYEMFUDUKO 15:2 XHO96
UNdikhoyo yinqaba negwijo lam; ndinje-nje-nje ndisindiswe nguye. Nanko ke uThixo wam, ndiyamdumisa; nguThixo woobawo, ndotshila ngaye.