UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:16
UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:16 XHO96
Vuka ume ngeenyawo. Ndibonakala kuwe ngesi sizathu sokuba ndikumisele ube sisicaka sam, ungqine kwabanye abantu ngokundibona kwakho namhlanje, nangezinto endisaza kukubonisa zona.