Logo YouVersion
Icona Cerca

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39 XHO96

Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39