Logo YouVersion
Icona Cerca

2 KWABASETESALONIKA 2:9-10

2 KWABASETESALONIKA 2:9-10 XHO96

Ukufika kwalo mchasi-mthetho ngumsebenzi kaSathana; yaye uya kuphelekwa yimisebenzi yamandla nemiqondiso nemimangaliso yenkohliso, kubekho zonke iintlobo zolahlekiso ezinokwenziwa bububi kwabo baya kwantshabalalo. Ewe, baya kutshabalala, kuba kaloku bona abalwamkelanga uthando lukaKrestu nenyaniso yakhe, ukuze basindiswe.

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a 2 KWABASETESALONIKA 2:9-10