Logo YouVersion
Icona Cerca

2 KWABASEKORINTE 11:14-15

2 KWABASEKORINTE 11:14-15 XHO96

Ayimangalisi loo nto, kuba noSathana ngokwakhe uzenza akhangeleke ngathi sisithunywa sokukhanya. Ngoko ke yinto elula ukuba izicaka zakhe zizenze zikhangeleke njengezicaka zikaThixo. Kodwa ke baya kuvuna loo nto bayihlwayeleyo.

Piani di Lettura e Devozionali gratuiti relativi a 2 KWABASEKORINTE 11:14-15