1
EYEZIQALO 45:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Sanukukhathazeka okanye nizohlwaye ngenxa yokuba nandithengisa apha. NguThixo owathi mandinandulele, ukuze kusinde abantu.
Confronta
Esplora EYEZIQALO 45:5
2
EYEZIQALO 45:8
Ayinini ke ngoko abandizisa apha, nguThixo. Nguye ondenze umphathiswa kakumkani ophethe lonke eli lizwe nolawula iJiputa iphela.
Esplora EYEZIQALO 45:8
3
EYEZIQALO 45:7
NguThixo owathi mandize ngaphambi kwenu apha, ukuze nisinde ngale ndlela imangalisayo, kusinde nenzala yenu ngangokuba ingako.
Esplora EYEZIQALO 45:7
4
EYEZIQALO 45:4
Uthe uYosefu: “Sondelani.” Basondela, wathi: “Ndingumntakwenu uJosefu enamthengisa eJiputa.
Esplora EYEZIQALO 45:4
5
EYEZIQALO 45:6
Lo isengowesibini unyaka wendlala; kuseza eminye emihlanu, kungàlinywa, kungàvunwa.
Esplora EYEZIQALO 45:6
6
EYEZIQALO 45:3
Wenjenje uJosefu ukuthetha nabantakwabo: “NdinguJosefu. Nithi ubawo usaphila?” Bakukuva oko abantakwabo bothuka, ababi nako nokuthetha.
Esplora EYEZIQALO 45:3