1
EYEZIQALO 43:23
IBHAYIBHILE
XHO96
“Khululekani, ningoyiki,” sitshilo isicaka. “Kunokuba loo mali yinyhweba evela kuThixo wenu, uThixo kayihlo. Mna ndayifumana intlawulo yenu.” Saza sakhupha uSimon, samzisa kubo.
Confronta
Esplora EYEZIQALO 43:23
2
EYEZIQALO 43:30
UJosefu, esikwa yimfesane kukubona umninawa wakhe, ukhawuleze waphuma, waya kungena egumbini lakhe, kuba wayeseleza kulila. Wafika apho wakhe wagixa.
Esplora EYEZIQALO 43:30