1
KUMAGALATI 1:10
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngaba ndivakala ngathi ndifuna abantu babe ngakwicala lam na? Hayi, nguThixo kuphela endifuna abe ngakum. Niba ngaba ndizicengezela ebantwini? Ukuba bendizicengezela ebantwini, ngendingesiso isicaka sikaKrestu.
Confronta
Esplora KUMAGALATI 1:10
2
KUMAGALATI 1:8
Kodwa ukuba kukho umntu, nokuba ndim, nokuba sisithunywa sezulu, oshumayela iindaba ezinxamnye nezo ndanishumayeza zona: uqalekisiwe lowo.
Esplora KUMAGALATI 1:8
3
KUMAGALATI 1:3-4
Wanga uThixo wethu neNkosi yethu uYesu Krestu anganenzela isisa, aniphe uxolo. UKrestu wancama ubomi bakhe ngenxa yezono zethu, ukuze asihlangule egunyeni leli hlabathi longendawo, ethobela ukuthanda kukaYise uThixo wethu.
Esplora KUMAGALATI 1:3-4