1
EYEMFUDUKO 22:22-23
IBHAYIBHILE
XHO96
Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi nenkedama. Ukuba niyenzile loo nto, mna Ndikhoyo ndiya kusiva isikhalo sabo
Confronta
Esplora EYEMFUDUKO 22:22-23
2
EYEMFUDUKO 22:21
“Ningaze nimphathe kakubi nimcinezele umntu obhacele kwelakowenu. Kaloku nani ngokwenu naningababhaceli kwelaseJiputa.
Esplora EYEMFUDUKO 22:21
3
EYEMFUDUKO 22:18
“Ke lona igqwirha malibulawe.
Esplora EYEMFUDUKO 22:18
4
EYEMFUDUKO 22:25
“Xa uboleke omnye kubantu bam abahlelelekileyo imali, mayingabi ngathi ùngumbolekisi-mali; ngoko ke sukumbiza nzala.
Esplora EYEMFUDUKO 22:25