1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:10-11
IBHAYIBHILE
XHO96
Ungaze uthathe unyana wakho okanye intombi yakho wenze ngaye idini elitshiswayo; abantu bakuni mabangaze bavumise, okanye bambulule, mhlawumbi bachile, okanye bakhafule, bangayisebenzisi nemilingo, okanye baqhakamshelane nabangasekhoyo.
Confronta
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:10-11
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:12
Kaloku abantu abenza iintlondi ezinje banezothe kuNdikhoyo uThixo wakho. Ziintlondi ezilolu hlobo ezabangela ukuba azigxothe iintlanga zelaa lizwe ekungeneni kwenu.
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:12
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:22
Ukuba umshumayeli uthetha egameni likaNdikhoyo ize ingenzeki loo nto ayithethileyo, nomqonda ukuba udaba lwakhe aluphumi kuNdikhoyo, koko uyazithethela nje; ngoko ke sanukuziduba ngaye.”
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:22
4
UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:13
Hlala umsulwa phambi koNdikhoyo uThixo wakho. ”
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 18:13