1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:17
IBHAYIBHILE
XHO96
ngokobungakanani bamathamsanqa ewaphiwe nguNdikhoyo uThixo wakho.”
Confronta
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:17
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:19
Kufuneka angabugqwethi ubulungisa, angabi nagobe xa esenza izigqibo, angazamkeli izicengo, kuba izipho ezihamba nezicengo zimfamekisa namehlo ezilumko, ngokunjalo namadoda anyanisekileyo atsho enze izigqibo ezingafanelekanga.
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:19
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:16
“Kathathu ngonyaka onke amadoda esi sizwe kufuneka aye kunqula uNdikhoyo uThixo wakho kuloo ndawo yalathwe nguye: *ngePasika, ngomsitho wolibo, nangomsitho wamaphempe. Indoda nganye kufuneka ize inento eyiphetheyo
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:16
4
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:20
Maxa onke kufuneka kulawule ubulungisa bodwa phakathi kwenu, khon' ukuze niphile nilimé elo lizwe nilinikwa nguNdikhoyo uThixo wenu.”
Esplora UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:20