1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:25
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngoko ke, madoda, qinani; kuba ndimthembile uThixo ukuba uya kwenza njengoko andixeleleyo.
Confronta
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:25
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:23-24
Kuba phezolo isithunywa sikaThixo, lo ndingowakhe ndimnqulayo, sifike kum, sathi: ‘Sukoyika, Pawulos! Uza kuma phambi *koKhesare. UThixo ngokulunga kwakhe uza kubasindisa bonke aba uhamba nabo.’
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:23-24
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:22
Kodwa ke qinani, ndiyanibongoza! Kuba akukho bani uza kuphulukana nobomi bakhe; yinqanawa yodwa eza konakala.
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 27:22