1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:16
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngoku ke usalindele ntoni? Vuka, ubhaptizwe, zixolelwe izono zakho ngokubiza igama lakhe.’ ”
Confronta
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:16
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:14
Wathi: ‘UThixo wookhokho bethu ukukhethele ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, ukuze usibone isiCaka sakhe esililungisa, uve ilizwi lakhe lithetha nawe
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:14
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:15
kuba uya kuba lingqina lakhe, wazise bonke abantu izinto ozibonileyo nozivileyo.
Esplora UMSEBENZI WABATHUNYWA 22:15