1
2 KWABASEKORINTE 8:9
IBHAYIBHILE
XHO96
Kaloku niyasazi isisa seNkosi yethu uYesu Krestu; nangona wayesisityebi, kodwa wazenza ihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bakhe.
Confronta
Esplora 2 KWABASEKORINTE 8:9
2
2 KWABASEKORINTE 8:2
Balingeke ngokugqithisileyo, iinkathazo zibavela ngapha nangapha; kodwa naxa kunjalo, babenochulumacho olukwangako, baza banikela ngezandla ezingenamkhinkqi, nangona bona ngokwabo beswele.
Esplora 2 KWABASEKORINTE 8:2