Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 13:1 XHO1902A
MAYITI yonke imipefumlo ilulamele kumagunya apezulu kuyo: ngokuba kungeko gunya, kupela elivela kutixo; lomagunya akoyo amisiwe ngutixo.