Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan I‐Kesodusi 6

1

I‐Kesodusi 6:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yiti ke ngoko elusatsheni luka‐Sirayeli: Mna ndi NGUYEHOVA; ndonipumisa kwa pantsi kwemitwalo yama‐Jipete, ndinihlangule nasebukonzini bawo; ndandiya kunikulula ngengalo eyolulweyo, nangemigwebo emikulu

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 6:6

2

I‐Kesodusi 6:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ndoti kanjalo ndinitabate nibe ngabantu kum, ndize mna ndibe NGUTIXO kuni; naniya kukwazi ukuba ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu, onipumisayo kwa pantsi kwemitwalo yama‐Jipete.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 6:7

3

I‐Kesodusi 6:8-9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndandiya kunizisa kwelozwe, endandipakamisa isandla sam ukuba ndilinike ku‐Abrahame, ku‐Yisake, naku‐Yakobi; lona ndolinika kuni libe lilifa: mna ndi NGUYEHOVA. Waza u‐Mosesi wateta ngokunjalo elusatsheni luka‐Sirayeli; kuloko belungampulapuli u‐Mosesi, ngenxa yokucapuka kwomoya, nangenxa yenkonzo elukuni.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 6:8-9

4

I‐Kesodusi 6:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza UYEHOVA wati ku‐Mosesi: Kaloku uya kubona oko ndiya kukwenza ku‐Faro; ngokuba ngesandla esinamandla eya kubandulula, nangesandla esinamandla eya kubagxota elizweni lake.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 6:1

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest