Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan I‐Kesodusi 34

1

I‐Kesodusi 34:6-7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wadlula UYEHOVA pambi kwake, washumayela ngokuti: UYEHOVA, UYEHOVA e NGUTIXO, enetaṙu, enofefe, equmba kade, emkulu ngobubele nenyaniso; ogcinela amawaka ububele, oxolela inkohlakalo, nesigqito, nesono, ongayi kuka agwebele onetyala; eyohlwayela inkohlakalo yoyise pezu kwabantwana, napezu kwabantwana babantwana, pezu kwesesitatu napezu kwesesine isizukulwana.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 34:6-7

2

I‐Kesodusi 34:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

(ngokuba ungayi kubedesha utixo wumbi; ngokuba UYEHOVA, ngu‐Bukwele igama lake, NGUTIXO enobukwele yena:)

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 34:14

3

I‐Kesodusi 34:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wati: Bona ke, sendilwenza ucebano: pambi kwabo bonke abantu bako ndoyenza imimangaliso, ekungazanga kudalwe enjalo kuwo wonke umhlaba, nakuzo zonke izizwe; boti bonke abantu opakati kwabo babone umsebenzi KAYEHOVA; ngokuba iyinto eyoyikekayo leyo endiya kuyenza kuwe.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 34:10

Plan lekti ak devosyon gratis yo ki gen rapò ak I‐Kesodusi 34

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest