Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan I‐Kesodusi 23

1

I‐Kesodusi 23:25-26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Naniya kumkonza UYEHOVA, UTIXO wenu, oya kutamsanqelisa isonka sako namanzi ako; ndandiya kususa isifo pakati kwenu. Akuyi kubako osisu sipumayo nodlolileyo ezweni lenu: inani lemihla yako ndolizalisa.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 23:25-26

2

I‐Kesodusi 23:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

BONA ke, ndituma INGELOSI pambi kwako, ukuya kukugcina endleleni nokukuzisa kulondawo endiyilungisileyo.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 23:20

3

I‐Kesodusi 23:22

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa ukuba uya kukutala ukuliva ilizwi layo, wenze konke endikutetayo, ndiya kwandula ndibe lutshaba ezintshabeni zako, nomalane kubalane bako.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 23:22

4

I‐Kesodusi 23:2-3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Akuyi kulandela abaninzi ngokwenza okubi; kanjalo akuyi kuteta elupikisweni ngokupambukela emva kwabaninzi ukutyekisa ugwebo: nolihlwempu akuyi kumbuka elupikisweni lwake.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 23:2-3

5

I‐Kesodusi 23:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Akuyi kutabata iṙeto elibuxoki: isandla sako ungasibekani nokohlakeleyo ukuba linqi̔na lobudlwengu.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 23:1

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest