1
UMATEYU 9:37-38
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Aze athi kubafundi bakhe, Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa. Khungani ngoko eNkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.
Konpare
Eksplore UMATEYU 9:37-38
2
UMATEYU 9:13
Khaniye nifunde ukuba kukuthini na ukuthi, Ndithanda inceba, andithandi mbingelelo; kuba andizé kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni ukuba baguquke.
Eksplore UMATEYU 9:13
3
UMATEYU 9:36
Wathi, akuzibona izihlwele, wasikwa yimfesane zizo, ngokuba zibe zityhafile, zichithakele ngokwezimvu ezingenamalusi.
Eksplore UMATEYU 9:36
4
UMATEYU 9:12
Ekuvile ke uYesu oko, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo, lifuneka kwabafayo.
Eksplore UMATEYU 9:12
5
UMATEYU 9:35
Waye uYesu eyihamba yonke imizi nemizana, efundisa ezindlwini zabo zesikhungu, evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani, ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini.
Eksplore UMATEYU 9:35
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo