1
UHOSEYA 1:2
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ukuqala kokuthetha kukaYehova noHoseya, wathi uYehova kuHoseya, Yiya uzeke umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu; ngokuba ilizwe lihenyuzé kakhulu, lemka kuYehova.
Konpare
Eksplore UHOSEYA 1:2
2
UHOSEYA 1:7
Ndiya kuyenzela imfesane ke indlu kaYuda, ndibasindise ngoYehova uThixo wabo, ndingabasindisi ngasaphetha, nangakrele, nangamfazwe, ngamahashe, nangabamahashe.
Eksplore UHOSEYA 1:7