1
uMarko uMarko 10:45
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kuba noNyana woMntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.
Vertaa
Tutki uMarko uMarko 10:45
2
uMarko uMarko 10:27
Ondele ke uYesu, wathi kubo, Kubantu akunakwenzeka; kuye yena uThixo akunakuba kungenzeki; kuba zonke izinto zinako ukwenzeka kuye uThixo.
Tutki uMarko uMarko 10:27
3
uMarko uMarko 10:52
Wathi kuyo uYesu, Hamba uhambe; ukholo lwakho lukusindisile. Yabuya yabona kwaoko, yamlandela uYesu endleleni apho.
Tutki uMarko uMarko 10:52
4
uMarko uMarko 10:9
Oko ke ngoko uThixo akumanyileyo, makungahlulwa mntu.
Tutki uMarko uMarko 10:9
5
uMarko uMarko 10:21
Uthe ke uYesu, ondele kuye wamthanda, wathi kuye, Kukho nto-nye uyisweleyo: hamba uye kuthengisa ngeento zonke onazo, uphe amahlwempu, woba nobutyebi ke emazulwini; yiza, uwuthabathe umnqamlezo, uwulandele, mna.
Tutki uMarko uMarko 10:21
6
uMarko uMarko 10:51
Aphendule athi kuyo uYesu, Uthanda ukuba ndikwenzele ntoni na? Yathi ke imfama kuye, Nkosi, ukuba ndibuye ndibone.
Tutki uMarko uMarko 10:51
7
uMarko uMarko 10:43
Ze kungabi njalo ke phakathi kwenu; osukuba enga angaba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu
Tutki uMarko uMarko 10:43
8
uMarko uMarko 10:15
Inene, ndithi kuni, Othe akabamkela ubukumkani bukaThixo njengomntwana, akayi kukha angene kubo.
Tutki uMarko uMarko 10:15
9
uMarko uMarko 10:31
Ke baninzi abokuqala abaya kuba ngabokugqibela; nabokugqibela abokuqala.
Tutki uMarko uMarko 10:31
10
uMarko uMarko 10:6-8
Kodwa kwasekuqalekeni kwendalo, uThixo wabenza baba yindoda nenkazana. Ngenxa yoko ke, umntu womshiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe; baze abo babini babe nyama-nye. Ngako oko, abasebabini, banyama-nye.
Tutki uMarko uMarko 10:6-8