ILEVITIKUS 19:17
ILEVITIKUS 19:17 XHO75
Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho; kanye womohlwaya ummelwane wakho, ungazithwalisi sono ngenxa yakhe.