1
UMATEYU 4:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.
Compare
Explore UMATEYU 4:4
2
UMATEYU 4:10
Aze athi uYesu kuye, Suka umke, Sathana; kuba kubhaliwe kwathiwa, YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo, ukhonze yona yodwa.
Explore UMATEYU 4:10
3
UMATEYU 4:7
Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kanjalo kwathiwa, Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho.
Explore UMATEYU 4:7
4
UMATEYU 4:1-2
Waza uYesu wenyuswa nguMoya, wasiwa entlango, ukuba ahendwe nguMtyholi. Uthe akuba ezilé ukudla iimini ezimashumi mané nobusuku obumashumi mané, ekupheleni kwazo walamba.
Explore UMATEYU 4:1-2
5
UMATEYU 4:19-20
Athi ke kubo, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha, bamlandela ke.
Explore UMATEYU 4:19-20
6
UMATEYU 4:17
Waqala oko uYesu ukumemeza, esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.
Explore UMATEYU 4:17
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos