1
UMATEYU 22:37-39
IZIBHALO EZINGCWELE
Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela. Nguwo lowo owokuqala nomkhulu umthetho. Owesibini ke ufana nawo: Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Compare
Explore UMATEYU 22:37-39
2
UMATEYU 22:40
Kule mithetho yomibini kuxhomekeke umyalelo uphela nabaprofeti.
Explore UMATEYU 22:40
3
UMATEYU 22:14
Kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Explore UMATEYU 22:14
4
UMATEYU 22:30
Kuba eluvukweni abazeki, abendiswa; banjengazo izithunywa zikaThixo emazulwini.
Explore UMATEYU 22:30
5
UMATEYU 22:19-21
Ndiboniseni iqhosha lerhafu. Bamzisela ke idenariyo.• Athi kubo, Ngokabani na lo mfanekiso nombhalo? Bathi kuye, NgokaKesare. Andule ukuthi kubo, Nikelani kaloku izinto zikaKesare kuKesare, neento zikaThixo kuThixo.
Explore UMATEYU 22:19-21
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos