1
KWABASEKOLOSE 4:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
Compare
Explore KWABASEKOLOSE 4:6
2
KWABASEKOLOSE 4:2
Zingisani ukuthandaza, niphaphamile kuko, ninombulelo
Explore KWABASEKOLOSE 4:2
3
KWABASEKOLOSE 4:5
Hambani ngobulumko ngakwabo bangaphandle, nilonga ixesha eli.
Explore KWABASEKOLOSE 4:5
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos