YouVersion-Logo
BibelLesepläneVideos
Hol dir die App!
Sprachauswahl
Suchsymbol

Beliebte Verse in EYASENTLANGO 22

1

EYASENTLANGO 22:28

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayenza ukuba ikwazi ukuthetha idonki leyo, yaza ke yathetha yathi kuBhalam: “Kodwa kodwa ndikwenze ntoni? Yintoni kanye ondibethela yona kwezi zihlandlo zozithathu?”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:28

2

EYASENTLANGO 22:31

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo ke wenza ukuba uBhalam asibone isithunywa eso sixabe endleleni siphethe ikrele. Akusibona ke, waziphosa phantsi ngobuso.

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:31

3

EYASENTLANGO 22:32

IBHAYIBHILE

XHO96

Isithunywa sabuza sathi: “Ubuyibethela ntoni kangaka le donki yakho kude kube kathathu? Ndize kukunqanda, kuba uzifaka engozini ngolu hambo.

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:32

4

EYASENTLANGO 22:30

IBHAYIBHILE

XHO96

Idonki yaphendula yabuza yathi: “Andithi na kanene ndiyidonki yakho, le yasoloko ikuthwala bonke ubomi bakho? Ke, kukangaphi ndikuphatha ngolu hlobo?” UBhalam waphendula wathi: “Zange nakanye.”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:30

5

EYASENTLANGO 22:29

IBHAYIBHILE

XHO96

UBhalam waphendula wathi: “Kungoba uyandibhanxa! Ndiswele nje ikrele, ngendikubulele.”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:29

6

EYASENTLANGO 22:27

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi ke isihlandlo idonki ithe yakusibona isithunywa eso yalala phantsi. UBhalam wacaphuka, waza wayingena ngenduku idonki yakhe.

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 22:27

Kostenlose Lesepläne und Andachten zum Thema EYASENTLANGO 22

Vorheriges Kapitel
Nächstes Kapitel
YouVersion

Die App ermutigt und fordert dich heraus, jeden Tag die Gemeinschaft mit Gott zu suchen.

Dienst

Über

Jobangebote

Ehrenamtlich helfen

Blog

Presse

Nützliche Links

Hilfe

Spenden

Bibelübersetzungen

Hörbibeln

Bibelsprachen

Vers des Tages


Ein digitaler Dienst von

Life.Church
Deutsch (Deutschland)

©2026 Life.Church / YouVersion

DatenschutzrichtlinieAGB
Verfahren zur Offenlegung von Sicherheitslücken (VDP)
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest