YouVersion-Logo
BibelLesepläneVideos
Hol dir die App!
Sprachauswahl
Suchsymbol

Beliebte Verse in EYASENTLANGO 20

1

EYASENTLANGO 20:12

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo wabhekisa kuMosis noAron wathi: “Ngenxa yokungandithembi nokungandiniki imbeko phambi kwamaSirayeli, anisayi kulikhokela eli bandla nilingenise kwelo lizwe ndalithembisa lona.”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 20:12

2

EYASENTLANGO 20:8

IBHAYIBHILE

XHO96

“Thatha intonga ephambi kwetyesi yomnqophiso, uze wena nomntakwenu uAron nilihlanganise ibandla, uze ke uthethe neliwa bejongile. Kothi kumpompoze amanzi kulo, baze abantu nemfuyo yabo basele.”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 20:8

3

EYASENTLANGO 20:11

IBHAYIBHILE

XHO96

UMosis wayiphakamsa intonga, walibetha kabini iliwa elo, kwaza ke kwampompoza amanzi, abantu ndawonye nemfuyo basela.

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 20:11

4

EYASENTLANGO 20:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Yena noAron bawaqokelela onke amaSirayeli apho phambi kweliwa, waza wathi uMosis: “Phulaphulani, nina baqhankqalazi! Ngaba nifuna sikhuphe amanzi kweli liwa?”

Vergleichen

Studiere EYASENTLANGO 20:10

Kostenlose Lesepläne und Andachten zum Thema EYASENTLANGO 20

Vorheriges Kapitel
Nächstes Kapitel
YouVersion

Die App ermutigt und fordert dich heraus, jeden Tag die Gemeinschaft mit Gott zu suchen.

Dienst

Über

Jobangebote

Ehrenamtlich helfen

Blog

Presse

Nützliche Links

Hilfe

Spenden

Bibelübersetzungen

Hörbibeln

Bibelsprachen

Vers des Tages


Ein digitaler Dienst von

Life.Church
Deutsch (Deutschland)

©2026 Life.Church / YouVersion

DatenschutzrichtlinieAGB
Verfahren zur Offenlegung von Sicherheitslücken (VDP)
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest