I-Logo ye-YouVersion
IBhayibheliAmapulaniAmavidiyo
Thola i App
Okukhetha Ulimi
Isici soku Sesha

Amavesi eBhayibheli adumile avela kokuthi 2 YEZIGANEKO 7

1

2 YEZIGANEKO 7:14

IBHAYIBHILE

XHO96

ukuba abantu bam abo babizwa ngegama lam bathe bazithoba bathandaza bendikhunga befuna ubuso bam, bazilahla iindlela zabo ezikhohlakeleyo, ke mna ndiya kubaphulaphula ndibeve ndisezulwini, ndisixolele isono sabo, ndilinyange ilizwe labo.

Qhathanisa

Hlola 2 YEZIGANEKO 7:14

2

2 YEZIGANEKO 7:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, amehlo am aya kuhlala ejongile, neendlebe zam ndihlale ndizibazele imithandazo eyenziwa kule ndawo.

Qhathanisa

Hlola 2 YEZIGANEKO 7:15

3

2 YEZIGANEKO 7:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Le ndlu ndiyinyule ndayingcwalisa ukuze igama lam lihlale apha kuyo ngonaphakade. Intliziyo yam namehlo am ohla ekule ndawo.

Qhathanisa

Hlola 2 YEZIGANEKO 7:16

4

2 YEZIGANEKO 7:13

IBHAYIBHILE

XHO96

“Ngoko ke kuya kuthi xa ndithe ndawavala amazulu akwabikho mvula, okanye xa ndithe ndathumela iinkumbi zalivikiva eli lizwe, mhlawumbi xa ndithe ndathumela ubhubhani wesifo phakathi kwabantu bam

Qhathanisa

Hlola 2 YEZIGANEKO 7:13

5

2 YEZIGANEKO 7:12

IBHAYIBHILE

XHO96

suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.

Qhathanisa

Hlola 2 YEZIGANEKO 7:12

Isahluko esedlule
Isahluko esilandelayo
I-YouVersion'

Ukukukhuthaza nokukubekela inselelo yokufuna ubudlelwano noNkulunkulu nsuku zonke.

Inkonzo

Mayelana

Imisebenzi

Volontiya

I-Blogi

Abezindaba

Izixhumanisi Eziwusizo

Usizo

Nikela

Izinguqulo zeBhayibheli

AmaBhayibheli Alalelwayo

Izilwimi zeBhayibheli

Ivesi losuku


Inkonzo yedijithali ye

Life.Church
Zulu

©2026 I-Life.Church / YouVersion

Inqubomgomo yobumfihloImibandela
Uhlelo Lokudalula Ubungozi
U-FacebookU-TwitterI-InstagramI-YouTubeI-Pinterest